Asizizithandwa zesizwe kade na?
Nayininikel'imiva imilamb'ezwe lenu,
Ukutshona kukamendi
Kukhonza mnye kade, zekuphil'omnye.
Nal'igazi lethu lisikhonzisile!
bekungentobeko yenu kwiBritani.
Kwaf'amakhalipha, amafa-nankosi.
AsinguMesiya n' elaseZulwini?
Thina, nto zaziyo, asothukanga nto!
Ndingqambe njengomnye osebenzileyo,
Xa bekungenjalo bekungayi kulinga,
AsinguHabheli n'elomhlaba idini?
KwelaseJamani yaseMpuma-langa-bekungembek'eninayo kuKumkani,
Asinithenganga ngayo imibengo.
Mhla sabamb'izandla, mhla kwamanz'amehlo;
Idini lomzi liyintoni na kade?
Sibhekis'ezantsi, sihlahla indlela.
Ukufa kwawo kunomvuzo nomvuka.
Awu! Zaf'iint'ezinkulu zeAfrika!
Kuba bathi, "Akuhlanga lungehlanga!"
Ngokwenjenje kwethu sithi, yakhekani;
Mhla nashiy'ikhaya sithethile nani,
Asinithumanga ngazo izicengo;
Lithabatheni eli qhalo labadala:
Ewe, le nto kakade yinto yaloo nto-
Mhla sabamb'izandla, mhla kwamanz'amehlo;
Isindiwe le nqanawa 'de yazika,
Mhla nashiy'intsapho salathile kuni,
Mhla nashiy'intsapho salathile kuni,
Ngoku kuthetha ke siyendelisela,
Asitshongo na kuni, midak'akowethu,
Sibona kamhlophe, sithi bekumelwe;
Mhla balil'onyoko, bangqukrelek'oyihlo;
Bekungenganzuzo zimakhwezi-khwezi;
Sitheth'engqondweni, sithi kufanelwe.
Ngesibinge ngantoni na ka kade?
Ndikhanye njengoMso oqaqambileyo.
Ndinga ndingema nawo ngoMhla woKuvuka,
Sikwatsho nakuni, bafel'eAfrika,
Mhla nashiy'ikhaya sithethille nani,
Makube njalo.
Mhla nazishiy'ezi ntaba zakowenu,
Le nqanaw'uMendi namhla yendisile,
Kuf'pmnye kakade, mini kwakhiw'omnye;
Ukuthi, "Kwelo zwe nilidini lethu!?
Ngoko ke, SoTase! Kwaqal'ukulunga!
Bekungengandyebo zingangeenkwenkwezi-
Thuthuzelekani ngoko, zinkedama;
Asingamathol'amaduna omzi na?
Mhla balil'onyoko, bangqukrelek'oyihlo;